Romans 9:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Oko kukuti, asi ngabalusapo lwenyama, abalusapo lukatixo; koko ngabalusapo lwedinga ababalelwa ukuba yinzalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
oko kukuthi, asingabantwana benyama abangabantwana bakaThixo; ngabantwana bedinga ababalelwa ekuthini bayimbewu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oko kukuthi, asingabantwana benyama abangabantwana bakaThixo; ngabantwana bedinga ababalelwa ekuthini bayimbewu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Loo nto ithetha ukuthi asingabo bonke abantwana abazeleyo uAbraham abangabantwana bakaThixo. Hayi, ngabantwana besithembiso kuphela ababalelwa ekubeni bayinzala ncam.