Ruth 1:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
bati kuye: Ngenyaniso siya kubuya nawe ukuya ebantwini bako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bathi kuye, Hayi, siya kubuyela nawe kubantu bakowenu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bathi kuye, Hayi, siya kubuyela nawe kubantu bakowenu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
bathi: “Hayi, nakanjani siza kuya kowenu kunye nawe!”