Ruth 1:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula wati: Bona ke, umkuluwekazi wako ubuyele ebantwini bake, nakotixo bake; buya wena uye emva kwomkuluwekazi wako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi yena, Uyabona, umkhuluwakazi wakho ubuyele kubantu bakowabo, nakoothixo bakowabo; buya nawe, ulandele umkhuluwakazi wakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi, Yabona, umolokazana wakho ubuyele kubantu bakowabo nakoothixo bakowabo; buyela emva komolokazana wakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi uNawomi: “Uyabona, umkhuluwakazi wakho ubuyele ebantwini bakhe nakoothixo bakhe. Nawe goduka kunye naye.”