Ruth 1:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati akubona ukuba uzomelezele ukuhamba naye, wayeka ukuteta kuye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabona ukuba uzimisele ukuhamba naye, wayeka ukuthetha kuye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi akubona ukuba uzimisele ukuhamba naye, wayeka ukuthetha kuye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UNawomi akabanga saphinda awuvule owakhe umlomo, akubona okungako kona ukuzimisela kukaRute ukungahlukani naye.