Ruth 1:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti kubo: Ningandibizi ngo‐Nahomi, ndibizeni ngo‐Mara: ngokuba usomandla enzile ngobuṙaṙa kum kakulu:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi kubo, Musani ukuthi ndinguNahomi; yithini ndinguMara, ngokuba uSomandla undenze ndakrakra kunene.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi kubo, Musani ukuthi ndinguNahomi; yithini ndinguMara, ngokuba undenze ububi kunene uSomandla.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UNawomi yena wathi: “Sanukuthi Nawomi kum, yithini Mara, kuba wabenza bakrakra kum ubomi uSomandla.