Ruth 1:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku wafa u‐Elimeleki indoda ka‐Nahomi; washiywa ke nonyana bake bobabini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wafa uElimeleki indoda kaNahomi; washiywa ke yena noonyana bakhe bobabini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wafa uElimeleki indoda kaNahomi; wasala noonyana bakhe bobabini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waza ke uElimeleki indoda kaNawomi wasweleka, uNawomi wasala noonyana bakhe bobabini,