Ruth 1:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bada bafa u‐Mahalone no‐Kiliyone nabo bobabini; waza umfazi lowo washiywa ngonyana bake bobabini nayindoda yake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bafa kananjalo bobabini ooMalon noKiliyon; washiywa ke loo mfazi ngoonyana bakhe bobabini nayindoda yakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bafa kananjalo bobabini ooMalon noKiliyon; Wasala loo mfazi noonyana bakhe bobabini nendoda yakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
basweleka nabo ooMalon noKiliyon, wasala uNawomi engumhlolokazi engasenandoda nanyana.