Ruth 1:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula wesuka nomolokazana bake, ukuba abuye ezweni le‐Mowabi: ngokuba ebevile ezweni le‐Mowabi okokuba utixo ukumbule abantu bake ngokubanika ukutya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wesuka yena noomolokazana bakhe, ebuya elizweni lakwaMowabhi; ngokuba weva eselizweni lakwaMowabhi, ukuba uYehova ubavelele abantu bakhe ngokubanika isonka.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wagqiba ngoomolokazana bakhe ukubuya ezweni lakwaMowabhi; ngenxa yokuba wayevile kwilizwe lakwaMowabhi ukuba uYehova ubavelele abantu bakhe ngokubanika isonka.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akuva uNawomi ukuba *uNdikhoyo ubabonelele abantu bakhe ngesivuno esihle, uye walungiselela ukuya kowabo kunye noomolokazana bakhe ababini.