Ruth 1:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
wanga uyehova anganipa okokuba nifumane ukupumla, omnye ngomnye endlwini yendoda yake! Waza wabanga; koko bapakamisa ilizwi labo, balila,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYehova makaninike nifumane indawo yokuphumla, elowo endlwini yendoda yakhe. Wabanga; baliphakamisa ilizwi labo, balila.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngamana uYehova anganinika ukuphumla, ngamnye endlwini yendoda yakhe. Waza wabanga; Baliphakamisa ilizwi labo, balila.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ubenga uNdikhoyo anganinika indawo yokuphumla, elowo endlwini yendoda yakhe.” UNawomi wabanga ebabulisa. Kodwa bona basuka basitsho isikhalo,