Ruth 2:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wawa ngobuso, waziqubuda ngasemhlabeni, wati kuye: Kunganina ukuba ndifumene ufefe emehlweni ako, ukuze ube nokundazi, ndingowasemzini nje?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wawa ngobuso bakhe, waqubuda emhlabeni, wathi kuye, Kutheni na ukuba ndibabalwe nguwe, undibuke, ndiyinkazana yolunye uhlanga nje?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wawa ngobuso bakhe, waqubuda, wathi kuye, Ndibone ngani ubabalo emehlweni akho, ukuba undazi, ndingowasemzini?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waqubuda phambi koBhowazi uRute, wathi: “Mhlekazi, ngani ukuba undenzele ububele obungaka undihoye ndingowelinye ilizwe nje?”