Ruth 2:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wati u‐Nahomi kuye u‐Rute umolokazana wake: Kulungile, ntombi yam! ukuba upume nezicakazana zake, baze bangahlangani nawe kwenye intsimi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uNahomi kuRute umolokazana wakhe, Kulungile, ntombi yam, ukuba uphume nomthinjana wakhe, ukuze ungafikelwa mntu ukwenye intsimi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uNahomi kuRute, umolokazana wakhe, Kulungile, ntombi yam, ukuba uthe waphuma nomthinjana wakhe, ukuba ungakufiki kumhlaba wolunye uhlanga.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UNawomi uthe: “Ewe, mntwan' am, kuhle uhambe neentombi zaphaya kwaBhowazi. Usenokuhlelwa yinto embi kumasimi abanye abantu.”