Ruth 2:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wati u‐Bohazi kwisicaka sake esasimisiwe pezu kwabavuni: Yekabanina inkazana le?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uBhohazi kwindodana yakhe ephethe abavuni, Yekabani na le nkazana?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uBhohazi kwindodana yakhe ephethe abavuni, Ngokabani na lo mntwana?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Emva koko uBhowazi ubuze kwinduna ephethe abavuni, wathi: “Kanene yintombi yasemanini leya ndiyibonayo?”