Ruth 2:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
yaka yati: Makendibikice ndibute pakati kwezitungu emva kwabavuni; yaselisiza ke, yamana ukubako kuseloko kwasayo kwada kwakaloku nje, wahlala endlwini umzuzwana kwapela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
yathi ke, Makhe ndibhikice, ndibuthe phakathi kwezithungu emva kwabavuni; yeza ke, yema kwakusasa kwada kwangoku;ukuhlala kwayo endlwini kukancinane.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi, Makhe ndibuthe phantsi kwezithungu emva kwabavuni; Weza ke, wahlala kwakusasa kwada kwangoku, ehleli nje kancinane endlwini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ucele ukuba ndimvumele abhikice, akhwahlaze phakathi kwezithungu, elandela abavuni. Kudala elapha; akakhange aphumle oko kusile – usandula ukuyeka ngoku umbona ehleli phaya endaweni yokuphumla nje.”