Ruth 3:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
WANDULA u‐Nahomi unondoda wake wati kuye: Ntombi yam! andiyi kufunela wena ukupumla na, ukuba kulunge kuwe?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uNahomi uninazala kuye, Ntombi yam, ndingakufuneli na ukuphumla okokulungela?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uNahomi uninazala kuye, Ntombi yam, ndingakufuneli na ukuphumla, uphumle?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UNawomi wathi kumolokazana wakhe: “Kufuneka ndikufunele owakho umzi, mntwan' am, apho uya konwaba khona.