Ruth 3:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako kaloku, ntombi yam! ungoyiki; konke okutshoyo ndiya kukwenzela kona: ngokuba sonke isixeko sabantu bam sisazi ukuba ungumfazi otembekileyo wena.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kaloku ke, ntombi yam, musa ukoyika; konke okuthethileyo ndokwenzela; ngokuba bonke abantu bomzi wakowethu bayazi ukuba uyinkazana enesidima.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kaloku ke, ntombi yam, musa ukoyika; Ndiya kwenza nantoni na oyicelayo, kuba yonke idolophana yakowethu iyakwazi ukuba ungumfazi olungileyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Thoba uvalo ke, ntombi yam. Yonke into oyifunayo ndoyenza, kuba kaloku nkqu nomzi uphela uyazi ukuba ungumfazi onesidima.