Ruth 3:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza walala pantsi ezinyaweni zayo kwada kwasa; wabuya wesuka, omnye engekabi nakumazi omnye. Yaza yati: Makungaziwa ukuba kuke kweza umfazi esibayeni sokubula.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Walala ke ngasezinyaweni zakhe kwada kwasa; wavuka bengekanakanani abantu. Yathi, Makungaziwa ukuba bekuze inkazana esandeni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Walala ezinyaweni zakhe kwada kwasa, wavuka engekamazi omnye. Athi: Akufunekanga yaziwe isizathu sokuba lomfazi eze enkundleni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wangqengqa apho ke uRute ngasezinyaweni zikaBhowazi. Uvuke kunye neenkuku, bengekabi namanakani abantu, kuba kaloku uBhowazi wayethe: “Mayingaziwa bani into yokuba umntu obhinqileyo ukhe walala esandeni.”