Ruth 3:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku akufika kunondoda wake, wati yena: Ungubanina, ntombi yam? Waza wamxelela konke ibimenzele kona londoda.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waya kuninazala, wathi yena, Utheni, ntombi yam? Wamxelela konke emenzele khona indoda leyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi akufika kuninazala, wathi: “Ungubani na, ntombi yam? Wamxelela konke ekwenzileyo kuye loo ndoda.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akufika ekhaya uRute, uninazala uNawomi umbuze wathi: “Kwehla ntoni ke, mntwan' am?” URute wabalisa konke okwenziwe nguBhowazi.