Ruth 3:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kute ebusuku obukulu, yetuka indoda leyo, yazijikisa: kekaloku nanku umfazi elele pantsi ezinyaweni zayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi phakathi kobusuku, yothuka indoda leyo, yaguquka, yabona kulele inkazana ngasezinyaweni zayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ezinzulwini zobusuku indoda yoyika, yajika, yabona umfazi elele ezinyaweni zakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ezinzulwini zobusuku uBhowazi wothuka, weva ngesandla ukuba kukho umntu obhinqileyo ongqengqe ngasezinyaweni zakhe.