Ruth 3:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yasuka yati: Ungubanina wena? Wayesiti: Ndingu‐Rute isicakakazi sako; uze wandlale isondo lengubo yako pezu kwesicakakazi sako, ngokuba wena unguye umkululi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yathi, Ungubani? Wathi, NdinguRute, umkhonzazana wakho;twabulula isondo lengubo yakho phezu komkhonzazana wakho, ngokuba ungumkhululi wena.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi, Ungubani na? Wathi, NdinguRute, umkhonzazana wakho; Yandlala ingubo yakho phezu komkhonzazana wakho; ngokuba ezalamana naye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wambuza wathi: “Ungubani?” Waphendula yena wathi: “Ndim, mhlekazi, uRute isicakakazi sakho. Ndikhusele phantsi kwamaphiko akho. Kaloku wena usisizalwane esijonge kuso njengomkhululi.”