Ruth 4:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nendlu yako maibe njengendlu ka‐Faretse, owazalelwa u‐Juda ngu‐Tamare, ngenzalo uyehova aya kuyinika kuwe ngomtshakazi lowo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
indlu yakho ibe njengendlu kaPeretse, awamzalayo uTamare kuYuda, ngembewu leyo aya kukunika uYehova ngale ntombazana.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Indlu yakho mayibe njengendlu kaPeretse, awamzalela uTamare kuYuda, nabantwana abo aya kukunika uYehova ngale ntombi;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngenzala oya kuyinikwa nguNdikhoyo ngalo mfazi yanga indlu yakho ingafana nekaPerezi unyana kaJuda ngoTamare.”