Ruth 4:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwa njalo u‐Bohazi wamzeka u‐Rute, owaba ngumfazi wake: wati akungena kuye, uyehova wamnika ukukaula, wada wazala unyana.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UBhohazi wamzeka ke uRute waba ngumkakhe, wamngena; waza uYehova wamnika ukuzala; wazala unyana.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uBhohazi wamzeka uRute waba ngumfazi; Uthe ke ekungeneni kwakhe kuye, uYehova wamthabatha, wazala unyana.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UBhowazi ke wamthatha uRute waba ngumfazi wakhe. *UNdikhoyo wamthamsanqelisa, wamitha, wazala umntwana oyinkwenkwe.