Ruth 4:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bati abamelwanekazi bake bamtiya igama, besiti: Kuzelwe unyana ku‐Nahomi; baye bembiza ngegama elingu‐Obedi: yena nguyise ka‐Jese, uyise ka‐Davide.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lwamthiya igama ummelwanekazi, lwathi, UNahomi uzalelwe unyana, lwathi igama lakhe nguObhedi; yena nguyise kaYese, uyise kaDavide.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bamthiya igama abafazi ababehlala ngakuye, besithi, uNahomi uzele unyana; Bamthiya igama elinguObhedi. Yena nguyise kaYese, uyise kaDavide;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abafazi balapho bathi: “UNawomi unomntwana oyinkwenkwe.” Baza bamthiya igama, bathi nguObhedi. UObhedi yena ngulo wazala uJese uyise kaDavide.