Ruth 4:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula watabata amadoda alishumi kwabadala besixeko, wati: Hlalani pantsi apa. Ahlala pantsi ke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waphambuka, wahlala. Wathabatha ishumi lamadoda kumadoda amakhulu omzi, wathi, Hlalani apha; ahlala ke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathabatha amadoda alishumi kumadoda amakhulu omzi, wathi, Hlalani apha. Bahlala phantsi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
waza uBhowazi wabiza ishumi lamadoda amakhulu omzi, wathi kuwo: “Khanikhe nithi nqwadalala apha.” Enjenjalo ke.