Ruth 4:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
no‐Obedi wazala u‐Jese, no‐Jese wazala u‐Davide.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UObhedi wazala uYese; uYese wazala uDavide.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uObhedi wazala uYese; uYese wazala uDavide;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
uObhedi uzele uJese; uJese uzele uDavide.