Song of Solomon 1:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Amafuta ako amnandi ngevumba; igama lako li njeng amafuta atululwayo; kukona intombi zikutandayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Amafutha akho anevumba elimnandi; Liyioli ethululwayo igama lakho; Ngenxa yoko iintombi ziyakuthanda.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngenxa yevumba elimnandi lesiqhumiso sakho, igama lakho linjengesiqhumiso esithululwayo; yilonto amantombazana ekuthanda.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Isiqholo sakho sithi ndirhogole, negama lakho lifuz' eso siqholo. Yiyo le nto iintombi zithe phithi nguwe!