Song of Solomon 1:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ungandikangeli kuba ndimnyamaṙa, ngokuba ilanga lindibalelele: bati onyana bakama̔ bandiqumbela, bandenza umlindi wemiyezo; owam umyezo andiwulindanga.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Musani ukundikhangela ngakuba ndife mnyama, Ngakuba nditshe lilanga. Oonyana bakama bandivuthela ngomsindo, Bandenza umlindi wezidiliya; Ke esisesam isidiliya andisilindanga.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Musani ukundikhangela ngakuba ndife mnyama, ngokuba nditshe lilanga; Abantwana bam bandiqumbele; bandimisela umveleli wezidiliya; ke sona isidiliya sam asisisindisanga.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndingade ndibe ngunomdakazana kodwa noko ke sukundidela; ndifiphele nje kungenxa yelanga. Oonyana bakama basuka bandiqumbela, baza bandenza umgcini wesidiliya, ndaza mna siqu ndaziyekelela.