Song of Solomon 1:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndikufanisile, sihlobokazi sam! nehashe lam pakati kw a wenqwelo zika‐Faro.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndikufanekise, wethu, Nehashe kwaweenqwelo zikaFaro!
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ntanda yam, ndikufanisa neenqwelo zokulwa zikaFaro;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Hayi ke wena, sithandwa sam, usuke wafana nethokazi lehashe elitsala inqwelo yokumkani waseJiputa.