Song of Solomon 4:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
inadusi nesafrone, ikalame nekinamone, kunye nemiti yonke yentlakamhlope; imore neyahali, kunye nezimnandi zonke ezidumileyo;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Inadusi nesafron, Ikalamo nesinamon, kunye nemithi yonke yentlaka emhlophe, Imore nehaloti, kunye nobulawu bonke obuyintloko.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
inareda nesafron; ubulawu, nesinamon, nemithi yonke yesiqhumiso; imore nehaloti, nobulawu bonke;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ewe, ikho inadusi nesafroni, okuziikalamo noozisinamoni, iintlobo-ntlobo zemithi yentlaka yesiqhumiso. Asisathethi ke ngemore nekhala nezona-zona ndidi zeziqholo.