Song of Solomon 5:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Saye isitandwa sam sisusa isandla saso esitubeni socango, waza umbilini wam wanesitukutezi ngenxa yaso.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Intanda yam yasolula isandla sayo ngekroba; Kwasika esiswini ngenxa yayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Intanda yam yasifaka isandla elucangweni, saxuxuzela isisu sam ngenxa yaso.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Isithandwa sam solula isandla kwikroba lokuvula, yatsho yabetha intliziyo yam ngenxa yaso.