Song of Solomon 6:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Isitandwa sam sihlile ukuya esitiyeni saso, ezindimeni zebeseme, ukudla ezitiyeni, nokuka inyibiba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Intanda yam ihle yaya emyezweni wayo, emityinweni yetyeleba, Ukuba yalusele emyezweni, ukuba ikhe iinyibiba.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Intanda yam yehla yaya emyezweni waso, kwiziqholo, ukuze idle emiyezweni ize ivune iinyibiba.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Simke saya emyezweni waso, apho kutyalwe iziqholo khona. Sizalusele khona emyezweni, kananjalo siqokelela iinyibiba.