Titus 1:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
abamilomo ifanele ukutiwa vingci, ekubeni baziwisayo izindlu zipela, befundisa izinto ekungafanele ukuba bazifundise, ngenxa yenzuzo embi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
abamelwe kukuvingcwa imilomo; abathi izindlu ziphela bazibhukuqe, befundisa izinto ezingafanelekileyo ngenxa yenzuzo embi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
abamelwe kukuvingcwa imilomo; abathi izindlu ziphela bazibhukuqe, befundisa izinto ezingafanelekileyo ngenxa yenzuzo embi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kufuneka ubavale imilomo abanjalo, kuba balukuhla imizi ngokufundisa izinto ezingafanelekanga, ngeenjongo zokuzuza imali.