Titus 1:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ubunqi̔na obu buyinene. Yiti ngenxa yelituba ubohlwaye ngobukali, ukuze babe bepilile elukolweni:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Obo bungqina buyinene. Ngenxa yeli thuba bohlwaye kabukhali, badane, ukuze baphile elukholweni;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Obu bungqina buyinene. Ngenxa yoko bohlwaye kabukhali, badane, ukuze baphile elukholweni;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngenene loo nto yinyaniso! Ngoko ke esi sisizathu esenza kube yimfuneko ukuba ubakhalimele ngqongqo, khon' ukuze bafumane ukholo oluphilileyo,