Titus 1:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bayaxela ukuba bayamazi utixo; kodwa emisebenzini yabo baya m kanyela, bengabazondekayo, nabangevayo, nangakuyo yonke imisebenzi elungileyo benokwaliwa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bayavuma ukuba bayamazi uThixo; kanti ngayo imisebenzi bayamkhanyela, bengamasikizi, bengabangevayo, nakumsebenzi wonke olungileyo bengenakucikideka.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bayavuma ukuba bayamazi uThixo; kanti ngayo imisebenzi bayamkhanyela, bengamasikizi, bengabangevayo, nakumsebenzi wonke olungileyo bengenakucikideka.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UThixo bayamvuma ngomlomo, kodwa bayamphika ngezenzo zabo. Iinkani zabo zenza bangabi nako mpela ukwenza umsebenzi omhle.