Titus 1:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngenxa yalendawo ndakushiya e‐Kirete, ukuba uhambise ukuzilungisa ezonto zisaswelekileyo, ubamise abadala kuzo zonke izixeko, njengoko ndakuyalelayo:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndakushiya eKrete ngenxa yoku, ukuze uhambise ukuzilungisa izinto eziseleyo, umise amadoda amakhulu kwimizi ngemizi, njengoko ndakumisela ngako mna:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndakushiya eKrete ngenxa yoku, ukuze uhambise ukuzilungisa izinto eziseleyo, umise amadoda amakhulu kwimizi ngemizi, njengoko ndakumisela ngako mna;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndakushiya apho eKrete ngenjongo yokuba umise izinto ngendlela efanelekileyo, ngakumbi ke ukuba umisele amadoda amakhulu kuzo zonke iidolophu ngokomyalelo wam kuwe. Yiyo le loo miyalelo: