Titus 2:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba lubonakele ufefe lukatixo oluzisa usindiso kubo bonke abantu,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba lubonakele kubantu bonke ubabalo lukaThixo, lulolusindisayo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba lubonakele kubantu bonke ubabalo lukaThixo, lulolusindisayo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku uThixo usibonakalisile isisa sakhe, ukuze asindise lonke uluntu.