Titus 2:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ukuze aluleke abafazi abatsha batande amadoda abo, batande abantwana babo,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ukuze bayale abafazana ukuba babe nesidima, bawathande amadoda abo, babathande abantwana babo,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ukuze bafundise abafazana ukuba babe nesidima, bawathande amadoda abo, babathande abantwana babo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ukuze babonise abafazana ukuthanda abayeni babo nabantwana babo.