Titus 2:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Amakonza wayale ukuba alulamele kwezawo inkosi, abe ezintweni zonke ekolekile kuzo, engapiki,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Amakhoboka wathethele ukuba azithobele iinkosi zawo, abe ngakholekileyo kakuhle ezintweni zonke, engaphiki; angashinti;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Amakhoboka wathethele ukuba azithobele iinkosi zawo, abe ngakholekileyo kakuhle ezintweni zonke, engaphenduli kwakhona;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Izicaka zifundise ukuthobela abaphathi, zibakholise kwinto yonke. Mazingaphendulani nabo,