Titus 3:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
BAKUMBUZE ukuba balulamele kwabanobukosi nakwabanegunya, babe nokupulapula, babe belungele yonke imisebenzi elungileyo,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bakhumbuze ukuba bathobele oozilawuli noomagunya, baphulaphule abaphathi, bawulungele wonke umsebenzi olungileyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bakhumbuze ukuba bathobele oozilawuli noomagunya, bathobele abathetheli, bawulungele wonke umsebenzi olungileyo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bakhumbuze abantu ukuba yimfanelo yabo ukuthobela abasemagunyeni nabalawulayo, kwakunye nokwenza okulungileyo ngalo lonke ixesha.