Titus 3:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa okuya kwabonakalayo ububele bomsindisi wetu utixo notando lwake ngasebantwini,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kodwa kuthe kwakubonakala ububele bukaThixo, uMsindisi wethu, nokuthanda kwakhe abantu,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwathi ke emva koko kwabonakala ububele nothando lukaThixo, uMsindisi wethu, kubantu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa kuthe lakuthi tha ehlabathini uthando nobubele bukaThixo, uMsindisi wethu