Zechariah 1:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yapendula indoda eyema pakati kwemiti yemutele, yati: La ngabo abatumileyo uyehova ukuhambahamba emhlabeni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waphendula umntu obemi phakathi kwemimirtile wathi, Aba ngabathunywe nguYehova, ukuba balihambahambe ihlabathi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphendula umntu obemi phakathi kwemimirtile wathi, Aba ngoonyana abathunywe nguYehova ukuba bahambe ehlabathini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke loo mfo umi phakathi kwemithi yemetile waphendula wathi: “Aba ngabathunywe nguNdikhoyo ukulityhutyha ihlabathi liphela.”