Zechariah 1:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa amazwi am, nemimiso yam, endayalela izicaka zam abaprofite ngayo, ayafumana oyihlo benu na? baza baguquka, bati: Njengokuba uyehova wemikosi wacinga ukwenza kuti, njengemikwa yetu, nanjengezenzo zetu, wenje njalo kuti.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kodwa amazwi am, nemimiselo yam, endayimisela abakhonzi bam abaprofeti, ayibafumananga na ooyihlo? ukuze babuye bathi, Njengoko wakunkqangiyelayo uYehova ukuba akwenze kuthi, ngokweendlela zethu nangokweentlondi zethu, wenjenjalo kuthi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa amazwi am, nemiyalelo yam, endayimisela abakhonzi bam, abaprofeti, ayibafumananga na ooyihlo? Abuya ke athi, Njengoko uYehova wemikhosi ukwenzileyo kuthi ngokuhamba kwethuba, nangemisebenzi yethu, wenzé kuthi thina.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa ke, andithi amazwi am ngokunjalo nemimiselo yam endandiyithume izicaka zam abashumayeli yabafumana ooyihlo-mkhulu abo? “Kaloku ke bazisola bathi: ‘Ngenene uNdikhoyo onamandla onke usiphethe ngokweendlela zethu; usivuze ngokwemisebenzi yethu, njengoko wayezimisele ukwenjenjalo.’ ”