Zechariah 11:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndaza ndayitabata intonga yam elufefe, ndayinqumla kubini, ukuze ndilwapule ucebano lwam endibe ndilwenzile nabantu bonke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndathabatha intonga yam, uMnandi, ndayaphula, ukuze ndiwaphule umnqophiso wam endanqophisana ngawo nezizwe zonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndathabatha intonga yam, uMnandi, ndayaphula, ukuze ndiwaphule umnqophiso wam endanqophisana ngawo neentlanga zonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndasuka ke ndathatha laa nduku inguThandekile, ndayaphula nditshitshisa umnqophiso endawenzayo nazo zonke izizwe.