Zechariah 11:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo abalusi abatatu ndabanqamla pakati kwenyanga nye; wati umpefumlo wam wabacapukela, wati nompefumlo wabo wanditiya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndabetha bathishwaka abalusi abathathu nganyanga-nye;ndazekaneka ngabo, ndanezothe kubo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndatshabalalisa abalusi abathathu nganyanga-nye; wesuka wemka kubo umoya wam, bandingcatsha kananjalo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngenyanga enye ndabagxotha abelusi abathathu. Kaloku basuka bandicaphukela, nam ke ndasuka ndakruquka,