Zechariah 12:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
isizalwane sendlu ka‐Levi sisodwa, nabafazi babo bebodwa; isizalwane sika Shimehi sisodwa, nabafazi babo bebodwa;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
umzalwane wendlu kaLevi uwodwa, abafazi babo bebodwa;umzalwane wamaShimehi uwodwa, abafazi bawo bebodwa;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
nemizalwane yendlu kaLevi ngabanye, nabafazi babo ngabanye; kwisizwe sakwaShimehi bebodwa, nabafazi babo bebodwa;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ibe yindlu kaLevi nabafazi bayo, ibe yindlu kaShimeyi nabafazi bayo,