Zechariah 12:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
zonke izizalwane eziseleyo, izizalwane zizodwa ezinye ngezinye, nabafazi babo bebodwa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
yonke imizalwane eseleyo, imizalwane ngemizalwane iyodwa, nabafazi babo bebodwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Zonke iintsapho eziseleyo, intsapho nganye kumntu ngamnye nabafazi bayo bebodwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ize ibe zizindlu zonke eziseleyo, iyileyo iyodwa, nabafazi bebodwa.”