Zechariah 12:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bona ke, ndiya kuyenza i‐Yerusaleme indebe yesizunguzane kubo bonke abantu abangqongayo: kwoba njalo nako‐Juda, ekuvingcelweni kwe‐Yerusaleme.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yabona, iYerusalem ndiyenza ibe yindebe enombilini, yokuhexisa zonke izizwe ngeenxa zonke, imfikele noYuda ekungqingweni kweYerusalem.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yabona, iYerusalem ndiyenza ibe yindebe ehexayo ezintlangeni zonke ezingeenxa zonke, ekungqingweni kwayo kwaYuda neYerusalem.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“IJerusalem ndoyenza ibe yindebe ehexisayo kuzo zonke izizwe eziyingqongileyo. IJerusalem iya kungqingwa kunye nazo zonke iidolophu zakwaJuda.