Zechariah 13:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa uya kuti: Andinguye umprofite, ndingolimayo umhlaba mna; ngokuba ndikonzisiwe ngabantu kuselokwa sebutsheni bam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wothi, Andimprofeti, ndingumntu olima umhlaba; kuba wandithenga umntu ndisemncinane.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wothi, Andimprofeti, ndingumlimi; ngokuba kwasebuncinaneni bam wandifundisa ukwalusa iinkomo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndaweni yaloo nto uya kusuka athi: ‘Andinguye umshumayeli; mna ndingumlimi. Lowo yaba ngumsebenzi wam oko ndabakho.’