Zechariah 13:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwakuya kutiwa kuye: Ayinina amanxeba la ezandleni zako? Waeya kuti: Ngalawo bendilinyazwa ngawo endlwini yezihlobo zam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kothiwa kuye, Ayini na la manxeba asezandleni zakho? athi, Ngandangxwelerhwa ngawo endlwini yabazizihlobo zam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kothiwa kuye, Ayini na la manxeba asezandleni zakho? Aphendule ke athi: Ngabo abo ndahlatywa endlwini yabahlobo bam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa omnye embuza esithi: ‘Ngawani loo manxeba asemzimbeni?’ Wophendula athi: ‘Ngamanxeba endiwafumene endlwini yabahlobo bam.’ ”