Zechariah 14:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bona ke, umhla kayehova uyeza, nxa amaxoba ako aya kwabiwa pakati kwako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yabonani, kuza imini eyekaYehova, kwabiwe amaxhoba akho esazulwini sakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yabonani, kuza imini kaYehova, eya kwabiwe amaxhoba enu phakathi kwenu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku iyeza imini *kaNdikhoyo apho amaxhoba athinjwe kuni aya kwabiwa nikhangele.