Zechariah 14:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waeya kupuma uyehova, alwe nezizwe ezo, njengokuya abesilwa emhleni wokulwa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uya kuphuma ke uYehova, alwe nezo ntlanga, njengemini yokulwa kwakhe, ngemini yomdibaniso.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uya kwandula ke uYehova aphume aze alwe nezo ntlanga, kanye njengoko walwayo ngemini yedabi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke uNdikhoyo uya kuphuma alwe nazo ezo zizwe njengoko wayesilwa ngemini yedabi.